Acts 9:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ekuhambeni kwake, kwaye kute nxa ebesoudela e‐Damakusi, kwandula ukuti benge ngakuye ngokwalama inkanyiso ivela ezulwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe ke ekuhambeni kwakhe, wasondela eDamasko; waza ngesiquphe wabanekelwa ngeenxa zonke lukhanyiso oluvela ezulwini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuthe ke ekuhambeni kwakhe, wasondela eDamasko; waza ngesiquphe wabanekelwa ngeenxa zonke lukhanyiso oluvela ezulwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Endleleni yakhe eya eDamasko, xa asondelayo apho edolophini, ngequbuliso wabona ukukhanya esibhakabhakeni, okwasuka kwambanekela ngeenxa zonke.