Acts 9:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zandula zati ke iṙemente kuyo yonke i‐Judeya, ne‐Galili, ne‐Samariya, zanoxolo, zakiwa; zaza zihamba ekwoyikeni inkosi, naselwonwabisweni lwo?-? moya oyingcwele, zandiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Laye ke ngoko ibandla kulo lonke elakwaYuda, nelaseGalili, nelaseSamariya, linoxolo, lisakheka, lihamba liyoyika iNkosi;laye lisanda ngentuthuzelo yoMoya oyiNgcwele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Laye ke ngoko ibandla kulo lonke elakwaYuda, nelaseGalili, nelaseSamariya, linoxolo, lisakheka. Baye behamba beyoyika iNkosi, besanda ngentuthuzelo yoMoya oyiNgcwele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ibandla kulo lonke elakwaJuda naseGalili naseSamariya lazola, kungekho ntshutshiso. Laba nenkqubela, lakhula nangamanani, limhlonela uThixo, likhuthazwa nguMoya oyiNgcwele.