Acts 9:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute, akuba u‐Petrosi ebecanda kuzo zonke indawo wehlela nakubo abangcwele abebehlala e‐Luda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akuba uPetros etyhutyha iindawo zonke, wehla weza nakwabangcwele ababemi eLida.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akuba uPetros etyhutyha iindawo zonke, wehla weza nakwabangcwele ababemi eLida.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko uPetros wayeyihamba yonke loo ngingqi, ngathuba lithile watyelela abantu bakaThixo eLida.