Acts 9:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wamnikela isandla, wamsukisa; wati akuba ebabizile abangcwele nabahlolokazi, wammisa ebusweni babo ehleli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamnika ke isandla sakhe, wamphakamisa; wababiza abangcwele nabahlolokazi abo, wammisa phambi kwabo ephilile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza wambamba ngesandla, wamphakamisa, wababiza abangcwele nabahlolokazi, wammisa phambi kwabo ehleli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wasondela kuye uPetros, wamncedisa, waphakama. Wawabiza ke uPetros amakholwa kunye nabahlolokazi abo, wamnikela kubo ephilile.