Acts 9:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati ke oku kwazeka kuyo yonke i‐Jopa; baza abaninzi bakolwa enkosini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwesuka ke oko kwazeka kuyo yonke iYopa; baba baninzi abakholwayo eNkosini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwazeka oko kuyo yonke iYopa; bakholwa eNkosini into eninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezi ndaba zafikelela kuyo yonke iJopa, baza abantu abaninzi bazinikela eNkosini.