Acts 9:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute kekaloku wahlala imihla yamininzi e‐Jopa ku‐Simone otile umsuki wezikumba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke wahlala imihla emininzi eYopa naSimon uthile, ungumsuki wezikhumba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke wahlala imihla emininzi eYopa kunye noSimon uthile, umsuki wezikhumba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UPetros waba neentsuku ezininzi ehleli apho eJopa kunye nendoda egama linguSimon, umsuki weemfele.