Acts 9:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wesuka u‐Saulusi emhlabeni; kwati kwakuvulwa amehlo ake, akabona mntu; aza emtundeza ngesandla amngenisa e‐Damakusi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuka ke uSawule emhlabeni; wathi akuvulwa amehlo akhe, akabona mntu; bamrhola ke ngesandla, baza kumngenisa eDamasko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuka uSawule emhlabeni; Uthe ke avuleka amehlo, akabona mntu; bamrhola ke ngesandla, bamngenisa eDamasko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USawule waphakama, wakhangela ngamehlo, kodwa akabi nako ukubona nento le. Ngoko ke abo babehamba naye bamrhola ngesandla, bangena naye eDamasko.