Amos 1:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waeya kuya ekutinjweni ukumkani walo, yena nenkosana zake kunye, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuthinjwa emke ukumkani wabo, yena nabathetheli bakhe kunye naye; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuthinjwa emke ukumkani wabo, yena nabathetheli bakhe kunye; utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuthinjwa ukumkani wawo, yena kunye namaphakathi akhe.” Utsho uNdikhoyo.