Amos 2:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndavusa konyana benu babe ngabaprofite, nakwamadodana enu abe ngabanaziri. Akunjalo na, nina lusapo luka‐Sirayeli? utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndavelisa koonyana benu abokuba ngabaprofeti, nakumadodana enu abokuba ngabazahlulileyo. Hi, akunjalo na, nyana bakaSirayeli? utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabaphakamisa abaprofeti boonyana benu, nabazabazabazayo kumadodana enu. Àkunjalo na, nyana bakaSirayeli? utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndim owenza abanye boonyana benu baba *ngabashumayeli, abanye baba ngamalolo kaNdikhoyo? Akunjalo yini na, bonyana bakaSirayeli?” Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.