Amos 2:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kunqamla umgwebi pakati kwayo, nazo zonke inkosana zayo ndozibulala kunye naye, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndomnqumla umgwebi phakathi kwakhe, ndibabulale bonke abathetheli bakhe kunye naye; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndomtshabalalisa umgwebi walo, ndibabulale bonke abathetheli balo kunye naye; utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuzicim' igama iziphathamandla zalapho, nezinxiba-mxhaka zabo zife kunye nabo.” Utsho uNdikhoyo.