Amos 3:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nina ndinazile kupela kuzo zonke izizalwane zomhlaba; ngako oko ndiya kuzohlwayela zonke inkohlakalo zenu pezu kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndaze nina nedwa emizalwaneni yonke yehlabathi; ngenxa yoko ndiya kubuvelela kuni ubugwenxa benu bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndikwazile wena wedwa ezizukulwaneni zonke zehlabathi; ke ngoko ndiya kunivelela ngenxa yobugwenxa benu bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nini kuphela abantu endabanyulayo kwizizwe zonke zehlabathi; yiyo ke loo nto ndiza kunohlwaya ngenxa yobugwenxa benu bonke.”