Amos 3:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intaka iya kuwa na emgibeni pezu kwomhlaba, kungeko kuyo isigu? wojuba na umgibe emhlabeni, nxa kungabanjiswanga nanto?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ikha yeyele na intaka esibatheni emhlabeni, kungekho sango liyithiyeleyo? Wojuba na umgibe emhlabeni, ungabambisanga nokubambisa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iya kuwela na intaka endlwini yendlu, kungekho ndlu yayo? Umntu angawuthiyela na umgibe ehlabathini, angaze abambe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yona intaka ikhe ingene kwisabatha apho kungabekwanga mgibe khona? Sona isigu khe sifane sibambise nje, kungekho nto ibanjiweyo?