Amos 4:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko ndiya kwenza ngokunjalo kuwe, Sirayeli! ngokokuba oku ndiya kukwenza kuwe, lungiselela ukumkaulela utixo wako, Sirayeli!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko ndiya kwenjenje kuwe, Sirayeli; ngokokuba ndiya kwenjenje ke kuwe, zilungiselele ukuhlangabeza uThixo wakho, Sirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko ndiya kwenjenjalo kuwe, Sirayeli; ngokuba ndiya kwenjenje ke kuwe, zilungiselele ukuhlangana noThixo wakho, Sirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke ngoko, Sirayeli, ndophinda ndikwenze konke oku. Ke, njengoko ndiza kwenjenjalo, zilungiseleleni, maSirayeli, ukuhlangana noThixo wenu.”