Amos 4:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
zandula izixeko ezibini, umhlaumbi ezitatu, zabadulela kwisixeko sinye, kuselwe amanzi, kodwa bezingakoliswa: anibuyelanga kum noko, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
imizi emibini, emithathu, ibhadulele kumzi omnye, ukuze isele amanzi ingakholwa; anabuya nize kum noko; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ezimbini okanye ezintathu kwiilali zam zabhadula ukusuka kwidolophana ukuya kwenye ukuya kusela amanzi; kodwa abahlutha; noko anibuyelanga kum; utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basuka kule dolophu baya kuleya abantu, befuna amanzi okusela, suka akabanela. Kodwa phezu koko anibuyelanga kum.” Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.