Amos 5:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndizazi izigqito zenu ukuba zininzi, nezono zenu ukuba zikulu; nibandezela olungileyo, nisamkela ibaso lesincwancwaniso, nishenxisa amahlwempu esangweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiyazazi izikreqo zenu ukuba zininzi kwazo, nezono zenu ukuba zikhulu kwazo; nibandezela ilungisa, nisamkele isicengo, nisijike isigwebo samahlwempu esangweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ndiyazazi izikreqo zenu ezininzi, nezono zenu ukuba zikhulu kwazo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyabazi kaloku ubuninzi bobugwenxa benu nobukhulu bezono zenu. Nitshutshisa abantu abamsulwa; niyakuthanda nokunyotywa. Amahlwempu niyawavala angeviwa ezinkudleni zenu.