Amos 5:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Funani okulungileyo, ninga funi okukohlakeleyo, ukuze nipile; kwakuya kuba njalo, — uyehova, utixo wemikosi, woba nani, — njengokuba nitshilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Funani okulungileyo, ningafuni okubi, ukuze niphile; aze uYehova, uThixo wemikhosi, abe nani, njengoko nitshoyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Funani okulungileyo, ningafuni okubi, ukuze niphile; aze uYehova, uThixo wemikhosi, abe nani, njengoko nitshoyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Quqelani kokulungileyo, ingekuko okubi, khon' ukuze niphile, naye uNdikhoyo, uThixo onamandla onke, abe phakathi kwenu, njengoko nizingca ngaloo nto.