Amos 5:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakuyo yonke imiyezo kwobako isijwili; ngokuba ndiya kucanda pakati kwako, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ezidiliyeni zonke kukumbambazela, ngokuba ndicanda esazulwini sakho; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke izidiliya ziya kukhala, ngenxa yokuba ndiya kudlula kuwe,’ utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Koba seso sijwili nakwizidiliya zenu, kuba ndobe ndize kunohlwaya.” Utsho uNdikhoyo.