Amos 5:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
MAKUBE nzima kuni niwunqwenayo umhla kayehova! uyinto nina ke kuni umhla kayehova? woba bubumnyama, awuyi kuba kukukanya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeba ke, nina banqwenela imini kaYehova! Iyintoni na imini kaYehova kuni? Ibubumnyama, ayikukukhanya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha, nina banqwenela imini kaYehova! Ngantoni na kuni? Imini kaYehova ibubumnyama, ingabi kukukhanya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mawoo kwabo balangazelela imini *kaNdikhoyo! Ngaba kanene kuni loo mini yoba yimini enjani? Imini kaNdikhoyo yoba sisithokothoko sobumnyama, ingabi kukukhanya.