Amos 5:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Awuyi kuba bumnyama na umhla kayehova, kungeko ukukanya? awuyi kuba sisitokotoko na, kungeko inkazimlo kuwo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ayiyi kuba bubumnyama yini na imini kaYehova, ingabi kukukhanya? Ayiyi kuba sisithokothoko, yini na, ingabi nabumhlophe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ayiyi kuba bubumnyama na imini kaYehova, ingabi kukukhanya? Sibubumnyama na, obungenakukhanya?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imini kaNdikhoyo iya kuba bubumnyama, ingabi kukukhanya. Yoba sisithokothoko sentsunguzi engenalitha.