Amos 6:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko kaloku bofuduka nabatinjwa bokuqala, kwakuya kumka ukumemeza kwabazolulayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko baya kuthinjwa bemke ngoku, kwasentloko kubathinjwa, iphele ingxobotshane yabanabileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku baya kuya ekuthinjweni kunye nabokuqala abathinjwa, nokutya kwabo baleleyo kuya kuthatyathwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke kuya kuqala kuthinjwe nina, aphele loo matheko enithe zava kuwo.