Amos 6:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, ukuba kusele amadoda alishumi endlwini nye, aya kufa nawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuthi, ukuba kuthe kwasala amadoda alishumi ndlwini-nye, afe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba kuthe kwahlala amadoda alishumi ndlwini-nye, aya kufa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kumzi ekukho ishumi lamadoda kuwo, aya kufa.