Amos 7:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa ungabi sapinda ukuprofitesha e‐Betele: ngokuba yindawo engcwele yokumkani, ngumzi wobukumkani kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa uze ungabi saphinda uprofete eBheteli, kuba yingcwele yokumkani khona, yindlu yakomkhulu leyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uze ungabi saphinda uprofete eBheteli, kuba yindlu yokumkani yokuthandaza, ikwayindlu yokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uzungabuye uphinde ushumayele apha eBhetele. Le yindawo yokunqulela ukumkani; esi sisibingelelo sakomkhulu.”