Amos 7:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, yakuba igqibile ukuyidla inca yelizwe, ndati: Nkosi Yehova! zuxolele ke! ngubanina u‐Yakobi ukuba eme? ngokuba emncinane yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, yakugqiba ukuyidla imifuno yelizwe, ndathi mna, Nkosi Yehova, khawuxolele; wothini na uYakobi ukuma? kuba mncinane yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, yakugqiba ukuyidla ingca yelizwe, ndathi mna, Nkosi Yehova, ndixolele; wovuka nabani na uYakobi? kuba uselula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndazibona xa seziza kulugqiba lonke uhlaza, ndathi: “Tarhu, Nkosi yam Ndikhoyo, baya kuphila yintoni kodwa abantu bakwaYakobi, beziindwayi nje?”