Amos 7:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndati: Nkosi Yehova! zuyeke ke! ngubanina u‐Yakobi ukuba eme? ngokuba emncinane yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndathi, Nkosi Yehova, khawuyeke; wothini na uYakobi ukuma?kuba mncinane yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi ke, Nkosi Yehova, khawuyeke! Ngubani na uYakobi oya kuma? kuba uselula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaza ndathi: “Nceda, Nkosi Ndikhoyo; pheza ngoku. Abantu bakwaYakobi baya kuphela, beziindwayi nje!”