Amos 8:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze sitenge amahlwempu ngemali, nabasweleyo ngesibini sezihlangu; siti namakoba enkozo sitengise ngawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze sizithenge izisweli ngesilivere, namahlwempu ngeembadada ezimbini, sithengise ngomdlungu wengqolowa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba sibe nako ukuthenga amahlwempu ngesilivere, namahlwempu ngeembadada ezimbini; ewe, kwaye uthengise inkunkuma yengqolowa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amahlwempu niza kuwathenga ngesiliva, abasweleyo nibafumane nokuba kungeembadada, nithengise nkqu nangomdlungu wengqolowa.