Amos 9:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze kufuywe isisalela se‐Edome, nabo bonke abaheyideni ekubizwa pezu kwabo igama lam, utsho uyehova okwenzayo oku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze bawathimbe amasalela akwaEdom, neentlanga zonke, ezibizwa ngegama lam; utsho uYehova okwenzayo oku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze bawadle ilifa amasalela akwaEdom, neentlanga zonke ezibizwa ngegama lam; utsho uYehova okwenzayo oko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu bam baya kuthatha umhlaba wamaEdom oseleyo, nalowo wezizwe ezazikade zibizwa ngegama lam.” Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo, yena oya kukwenza konke oku.