Amos 9:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aninjengosapo lwama‐Tiyopiya na kum, lusapo luka‐Sirayeli? utsho uyehova. Andinyusanga na o‐Sirayeli ezweni le‐Jipete, nama‐Filistiya e‐Kafetori, nama‐Siriya e‐Kire?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aninjengoonyana bamaKushi na kum, nina nyana bakaSirayeli?utsho uYehova. Andiwanyusanga na amaSirayeli ezweni laseYiputa, amaFilisti eKafetori, ama-Aram eKire?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aninjengoonyana bakaKushi na kum, nina nyana bakaSirayeli? utsho uYehova. Andiwakhuphanga na amaSirayeli ezweni laseYiputa? namaFilisti aseKafetori, nama-Aram aseKire?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nguwo lo umlomo kaNdikhoyo: “Kum nina maSirayeli anahlukanga nganto kumaKushe. Andithi kanene ndim lo wakhupha amaSirayeli eJiputa, amaFilistiya ndawakhulula kumaKrete namaSiriya eKire?