Colossians 1:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nisomelezwa ngabo bonke ubomelelo, ngokwamandla obungcwalisa bake, kube kuko konke ukunyamezela nokuzeka kade ndawonye novuyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nisomelezwa ngokomelela konke, ngokokuqina kozuko lwakhe, nide nise kuko konke ukunyamezela, nokuzeka kade umsindo, kunye novuyo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nisomelezwa ngokomelela konke, ngokokuqina kozuko lwakhe, nide nise kuko konke ukunyamezela, nokuzeka kade umsindo, kunye novuyo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wanga anganomeleza ngamandla akhe agqitha ukuqonda, ukuze nibe nako ukunyamezela ninomonde novuyo.