Colossians 1:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako nguye oyintloko yomzimba, yeṙemente; osiso isiqalo, umzalwatanci kwabafileyo, ukuze yena abe ngomkulu ezintweni zonke:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yena ke uyintloko yomzimba, yebandla; oyingqalo, owamazibulo ukuvuka kwabafileyo, ukuze yena abe ngomkhulu ezintweni zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yena ke uyintloko yomzimba, yebandla; oyingqalo, owamazibulo kubo abafileyo; ukuze ezintweni zonke abe ngovelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Intloko yomzimba olibandla lakhe ikwanguye. Nguye ulibo, owokuqala ukuvuswa ekufeni, khon' ukuze yena abe sisiqalo ezintweni zonke.