Colossians 1:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ebetanda u‐Yise ukuba bonke ubuzala buhlale kuye;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba kwakholeka ukuthi ukuzaliseka konke kuhlale kuye,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kwakholeka kuye uYise ukuba kuhlale kuye konke ukuzaliseka;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo uthandile ukuba aphuphume ubuThixo.