Colossians 1:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
imfihlakalo ebifihlelwe amaxesha akudala nezizukulwana, kodwa kaloku ibonakalisiwe kubangcwele bake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwaimfihlelo, leyo ke ibifihliwe kwasemaphakadeni nasezizukulwaneni; kukalokunje ibonakalalisiweyo kubo abangcwele bakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwanaloo mfihlelo, ibifihliwe kwasemaphakadeni nasezizukulwaneni, nakungokunje ibonakalalisiweyo kubo abangcwele bakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndivakalisa loo mfihlelo yafihlwa mandulo kwizizukulwana ngezizukulwana. Kodwa ke ngoku ityhilwe kubantu bakaThixo.