Colossians 1:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
esiti tina simshumayele, siluleka bonke abantu, sifundisa nokufundisa abantu bonke ngobulumko bonke; ukuze simise bonke abantu befezekile ku‐Kristu Yesu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sazisa yena ke thina, siluleka wonke umntu, sifundisa wonke umntu ngabo bonke ubulumko, ukuze simise wonke umntu egqibelele ekuKristu Yesu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sazisa yena ke thina, siluleka wonke umntu, sifundisa wonke umntu ngabo bonke ubulumko; ukuze simise wonke umntu egqibelele ekuKristu Yesu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke sishumayela uKrestu eluntwini. Silumkisa sifundise wonke ubani ngamava esinawo, khon' ukuze sibanikele kuThixo bonke ngabanye befezekile ngokumanywa noKrestu.