Colossians 1:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
endizamela kona kanjalo, ndikandanisa ngokwokusebenza kwake, okusebenzayo kum ngamandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
endibulalekela kona oko, ndizama ngokokusebenza kwakhe okusebenzayo kum ngamandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
endibulalekela kona oko, ndizama ngokokusebenza kwakhe okusebenzayo kum ngamandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndibila ndisoma ukufeza olu xanduva, ndisebenza ngamandla endiwaphiwa nguKrestu ongaphakathi kum.