Colossians 2:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NGOKUBA ndifuna ukuba nikwazi ukulwa okukulu kangakanana endinako ngenxa yenu, nabo abase‐Lawodikeya, nabo bonke abangabonanga ubuso bam enyameni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndithanda ukuba nikwazi ukuba kukhulu kwako ukuzama endikuzamayo ngenxa yenu, nabo baseLawodike, nabo bonke abangabubonanga ubuso bam ngokwenyama;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndithanda ukuba nikwazi ukuba kukhulu kwako ukuzama endikuzamayo ngenxa yenu, nabo baseLawodike, nabo bonke abangabubonanga ubuso bam ngokwenyama;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndifuna niyazi indlela endabulaleka nzima ngayo ngenxa yenu nabantu baseLawodike, kwanabo bangazanga bandibona ngamehlo.