Colossians 2:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ngoko nafa kunye no‐Kristu nahlukana nazo iziqalelo zelizwe, yinina ukuba niti, njengokungati nibe nihlala elizweni, nizibeke ngapantsi kwemimiselo, —
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ngoko nafa noKristu, nakhululeka kuzo iziqalelo zehlabathi, yini na ukuba ninge nisadla ubomi ngokwabehlabathi, nimiselwe imimiselo
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke, ukuba nifile noKristu, niphuma kuzo iziqalelo zehlabathi, yini na ukuba niyithobele imimiselo, ningathi niphila kweli hlabathi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nafa kunye noKrestu, nakhululeka ekulawulweni ziimpembelelo zeli phakade. Ngani ke ukuba niziphathe ngokwabantu beli phakade? Kutheni ukuba nibe ngoothoba-sikutyele, niphulaphula nje xa kusithiwa: