Colossians 2:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nangona ndingeko ngenyama, ndiko nani noko ngomoya, ndivuya nje ndibona nokubona ukulungelana kwenu, nokuti nqi kwenkolo yenu ku‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba nangona ndingekhoyo ngenyama, khona ngomoya ndinani, ndivuya, ndibona ulungelelwano lwenu, nokuzimaseka kokukholwa kwenu kuKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba nangona ndingekhoyo ngenyama, khona ngomoya ndinani, ndivuya, ndibona ulungelelwano lwenu, nokuzimaseka kokukholwa kwenu kuKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nakuba ndingekho siqu apho, ndikho kodwa ngomoya, ndaye ndivuya kuba ndiyiphawule indlela enimi ngxishi ngayo, ningagungqi ekukholweni kuKrestu.