Colossians 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuye kuhleli bonke ubuzala bobutixo busemzimbeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba kuhleli kuye konke ukuzaliseka kobuThixo ngokomzimba;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kuhleli kuye konke ukuzaliseka kobuThixo ngokomzimba;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba kaloku ubume bobomi bukaThixo bukho ngokupheleleyo kuKrestu ongumntu;