Colossians 3:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UKUBA ngoko nibe nivuswa kunye no‐Kristu, funani izinto ezipezulu, apo u‐Kristu akona, ehleli ngasekunene kwotixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ngoko navuswa kunye noKristu, funani izinto zaphezulu, apho akhona uKristu, ehleli ngasekunene kukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ngoko navuswa kunye noKristu, funani izinto zaphezulu, apho akhona uKristu, ehleli ngasekunene kukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko kaloku navuswa kunye noKrestu, yibani nomdla kwizinto zasezulwini, apho akhoyo uKrestu, ehleli kwiwonga alinikwe nguThixo.