Colossians 3:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nina bantwana! yivani abazali benu ngenxa zonke; ngokuba oku kukolekile enkosini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nina bantwana, balulameleni abazali benu ezintweni zonke;kuba oko kukholekile kuyo iNkosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nina bantwana, balulameleni abazali benu ezintweni zonke; kuba oko kukholekile kuyo iNkosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bantwana, bathobeleni abazali benu maxa onke, kuba yeyona nto iyikholisayo iNkosi leyo.