Colossians 3:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nisazi nje ukuba niya kuwamkela kwinkosi umvuzo welifa: ngokuba niyikonza inkosi u‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nisazi nje ukuba niya kuyamkela eNkosini imbuyekezo yelifa;kuba nikhonza iNkosi uKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nisazi nje ukuba niya kuyamkela eNkosini imbuyekezo yelifa; kuba nikhonza iNkosi uKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze nikhumbule ukuba iNkosi iya kunivuza ngelifa eligcinele abantu bayo. Kaloku uKrestu yeyona Nkosi nikhonza yona.