Colossians 3:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa owonayo uya kubuya amkele oko wona ngako: kanjako akuko ukuketwa kwabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo umonayo omnye uya kukuthwala oko kona one ngako;kanjalo akukho kukhetha buso bamntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo umonayo omnye uya kukuthwala oko kona one ngako; akukho kukhetha buso bamntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yena umenzi wobubi uya kuvuzwa ngokwemisebenzi yakhe emibi; kuba uThixo ugweba wonke ubani engakhethi buso.