Colossians 3:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okuya u‐Kristu, obubomi betu, uya kubonakaliswa, niya kwandula oko nani nibonakaliswe kunye naye ebungcwaliseni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa athe wabonakalaliswa uKristu, obubomi bethu, ngelo xesha niya kubonakalaliswa nani, ninaye ebuqaqawulini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa athe wabonakalaliswa uKristu, obubomi bethu, ngelo xesha niya kubonakalaliswa nani, ninaye ebuqaqawulini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UKrestu bubomi benu; ngoko ke, akubonakaliswa yena, nani niya kubonakala ningoomaqhuzu kunye naye.