Colossians 4:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndimnqi̔nela ukuba unozondelelo olukulu ngenxa yenu, nabo base‐Lawodikeya, nabo base‐Herapolisi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiyamngqinela ukuba unenzondelelo enkulu ngenxa yenu, nabo baseLawodike, nabo baseHirapoli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiyamngqinela ukuba unenzondelelo enkulu ngenxa yenu, nabo baseLawodike, nabo baseHirapoli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nam ndiyangqina ukuba akaphumli esebenzela nina nabaseLawodike nabantu baseHirapoli.