Colossians 4:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nitandaza kunye nako oko nangenxa yetu, ukuba utixo asivulele ucango lwelizwi, size siyitete imfihlakalo ka‐Kristu, endisekubanjweni ngenxa yayo kanjalo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kunye noko nisithandazela, ukuze uThixo asivulele umnyango welizwi, ukuba siyithethe imfihlelo kaKristu, endikhonkxwe ngenxa yayo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nisithandazela kananjalo, ukuba uThixo asivulele umnyango wentetho, ukuba siyithethe imfihlelo kaKristu, endikhonkxwe ngenxa yayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nam nindikhumbule emthandazweni, ukuze uThixo andivulele ithuba lokushumayela, ndivakalise udaba olungoKrestu obelukade lungaziwa mntu. Ndikhonkxiwe nje kaloku yiloo nto.