Colossians 4:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kunye no‐Onesimusi, umzalwana wetu onyanisekileyo notandiweyo, ongowakowenu. Baya kunazisa konke okwalapa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kunye no-Onesimo, umzalwana othembekileyo, oyintanda, ongomnye wenu. Bonazisa izinto zonke zalapha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kunye no-Onesimo, umzalwana othembekileyo, oyintanda, ophuma kuni. Baya kunazisa zonke izinto ezenzekayo apha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uza kuba ehamba no-Onesimo, ikholwa eliyintanda lakuni. Bonixelela ke zonke iindaba zalapha.