Daniel 1:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Danyeli kwigosa, elo inkosi yabatenwa ibilimisile pezu kwo‐Danyeli, n o‐Hananiya, n o‐Mishayeli, no‐Hazariya:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDaniyeli kwinjoli, abethe umthetheli-mathenwa wayimisa phezu koDaniyeli, noHananiya, noMishayeli, noAzariya,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uDaniyeli kuMeltsare, owayemise umphathi-mkhosi ukuba avele uDaniyeli, uHananiya, uMishayeli noAzariya, wathi:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uDaniyeli waya kuthetha negosa elalibekwe phezu koDaniyeli noHananiya noMishayeli noAzariya yintloko yamaphakathi leyo, wathi: