Daniel 1:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati ke ekupeleni kwemihla owabetshilo ukumkani ukuba iwazise, yandula inkosi yabatenwa yawazisa pambi kwo‐Nebukanetsare.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekupheleni kweentsuku, abethe ukumkani maze baziswe ngazo, umthetheli-mathenwa wabangenisa ke phambi koNebhukadenetsare.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekupheleni kweentsuku awayethe maziziswe ngazo ukumkani, inkosana yabalungiseleli yabazisa phambi koNebhukadenetsare.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku yakuphela iminyaka emithathu leyo yayimiswe ngukumkani, intloko yamaphakathi akomkhulu yabathatha bonke abo bafana, yabasa kukumkani uNebhukadenezare.