Daniel 1:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Danyeli wahlala kwada kwaba ngowokuqala umnyaka ka‐Koreshe ukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uDaniyeli waba lapho, kwada kwangumnyaka wokuqala kaKoreshi ukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDaniyeli wahlala kwada kwangumnyaka wokuqala kaKoreshi ukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDaniyeli lo ke wahlala apho komkhulu yada yangunyaka wokuqala kakumkani uSirasi.