Daniel 1:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ukumkani wateta ku‐Shapenaze inkosi yabatenwa bake, ukuba azise abatile kulo usapo luka‐Sirayeli, nakuyo inzalo yokumkani, nakuzo inkosana;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kuAshpenazi, umthetheli-mathenwa akhe, makazise abakoonyana bakaSirayeli, nabembewu yakwakumkani, nabakumawaba;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kuAspenazi, umthetheli wabalungiseleli bakhe, makazise koonyana bakaSirayeli, nakwimbewu yokumkani, nabathetheli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani uNebhukadenezare wathi kuAshpenazi, intloko yamaphakathi akomkhulu, makakhethe abafana begazi nabomnombo wezikhulu apho kuloo maSirayeli wayewathimbile.

Recommended Reading