Daniel 1:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa amadodana okungekuwo nasinye isipako, amahle ukubonakala kwawo, anobuciko ebulumkweni bonke, azizazi, anokuqonda ukwazi, ekukuwo amandla okuba eme eluxandeni lwokumkani, nokuba afundiswe ukuba̔la nokuteta kwama‐Kaledine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
abantwana abangenasiphako, abanomkhitha, ababuqiqileyo ubulumko bonke, abanokwazi, abanokuyiqonda bayazi into, abafanele ukuma ebhotweni lokumkani; abafundise incwadi nolwimi lwamaKaledi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abantwana abangenasiphako kubo, kodwa abathandekayo nabanobuchule kubo bonke ubulumko neexhalanga zolwazi nokuqonda kwenzululwazi, ababenokuma endlwini yokumkani nabo bathi xa ndibafundisa imfundo nolwimi yamaKaledi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi makakhethe iinzwana ezingenasiphako, ezikrelekrele ngengqondo, eziqeqeshekileyo, nezinengqiqo – abafana abakufaneleyo ukugosiswa komkhulu. UAshpenazi wayalelwa ukuba abafundise ukusithetha nokusifunda isiKaledi.

Recommended Reading